Thetha
(专辑: Echoes Of Kofifi - 2016)
Sithetha nani nina badukile Sithetha nani ekhaya banilindile Sithetha nani nina badukile Sithetha nani umculo omnandi unilindile [x2] Uthi... Zumba zumba zumba yeah, eh Zumba zumba zumba yeah, eh Zumba yeah, eh Zumba yeah, eh Zumba zumba zumba yeah, eh [x2] Ikhaya lomculo mnandi Ozefela kuthi Yeah (Papa wemba) Thina siyay' shay' ingoma (Buz uMasuka) (Stimela) NoMiriam Makeba Ikhaya lomculo omnandi (Buz Salif Kheitha) Eyy Thina siyay' shay' ingoma (Buz' Brenda Fassie neBlack Mambazo) Yeah, ey Sithetha nani nina badukile Sithetha nani ekhaya banilindile Sithetha nani nina badukile Sithetha nani umculo omnandi unilindile Uthi... Zumba zumba zumba yeah, eh Zumba zumba zumba yeah, eh Zumba yeah, eh Zumba yeah, eh Zumba zumba zumba yeah, eh [x4]